WPMU DEV in your language
Translations
Translation of Smush Pro : Xhosa
| Prio | Original string | Translation | — |
|---|---|---|---|
| Skipped due to a timeout error. You can increase the request timeout to make sure Smush has enough time to process larger files. define('WP_SMUSH_TIMEOUT', 150); | Ku yekiwe ngenxa yephutha lokuphelelwa ixesha, Unako ukwandisa ixesha lokwenza isicelo ukuze uqiniseke ukuba ukutshaya kunesithuba esaneleyo sokwenza iifayile ezinkulu. `define('WP_SMUSH_API_TIMEOUT', 150);`. | Details | |
|
Skipped due to a timeout error. You can increase the request timeout to make sure Smush has enough time to process larger files. define('WP_SMUSH_TIMEOUT', 150); Ku yekiwe ngenxa yephutha lokuphelelwa ixesha, Unako ukwandisa ixesha lokwenza isicelo ukuze uqiniseke ukuba ukutshaya kunesithuba esaneleyo sokwenza iifayile ezinkulu. `define('WP_SMUSH_API_TIMEOUT', 150);`.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Note: For this process to happen automatically you need automatic smushing enabled. | Qaphela: Ukuze le nkqubo iqhube ngokuzenzekelayo udinga ukuvumela ukunciphisa ngokuzenzekelayo. | Details | |
|
Note: For this process to happen automatically you need automatic smushing enabled. Qaphela: Ukuze le nkqubo iqhube ngokuzenzekelayo udinga ukuvumela ukunciphisa ngokuzenzekelayo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Note: Any PNGs with transparency will be ignored. Smush will only convert PNGs if it results in a smaller file size. The resulting file will have a new filename and extension (JPEG), and %1$sany hard-coded URLs on your site that contain the original PNG filename will need to be updated manually%2$s. | Qaphela: Nayiphi na i-PNGs enokucacileyo iya kuhoyekwa. I-Smush iyaku guqulela i-PNG kuphela xa kubangela ubungakanani befayile encinci. Ifayili ephumo iya kuba negama elitsha kunye ne-extension (JPEG), kwaye nayiphi i-URL enegama la le-PNG kunyanzilekile ukuba li hlaziywe. | Details | |
|
Note: Any PNGs with transparency will be ignored. Smush will only convert PNGs if it results in a smaller file size. The resulting file will have a new filename and extension (JPEG), and %1$sany hard-coded URLs on your site that contain the original PNG filename will need to be updated manually%2$s. Qaphela: Nayiphi na i-PNGs enokucacileyo iya kuhoyekwa. I-Smush iyaku guqulela i-PNG kuphela xa kubangela ubungakanani befayile encinci. Ifayili ephumo iya kuba negama elitsha kunye ne-extension (JPEG), kwaye nayiphi i-URL enegama la le-PNG kunyanzilekile ukuba li hlaziywe.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Note: This data adds to the size of the image. While this information might be↵ → → → → → important to photographers, it’s unnecessary for most users and safe to remove. | Qaphela: Le datha, ebizwa ngokuthi i-EXIF, ineza ubungakanani bomfanekiso. Nangona le ngcaciso ingaba ibalulekile kubafoto beefoto, ayinyanzelekile kubasebenzisi abaninzi kwaye kukhuselekile ukususa le datha. | Details | |
|
Note: This data adds to the size of the image. While this information might be↵ → → → → → important to photographers, it’s unnecessary for most users and safe to remove. Qaphela: Le datha, ebizwa ngokuthi i-EXIF, ineza ubungakanani bomfanekiso. Nangona le ngcaciso ingaba ibalulekile kubafoto beefoto, ayinyanzelekile kubasebenzisi abaninzi kwaye kukhuselekile ukususa le datha.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Smush will automatically check for any images that need re-smushing. | Smush uza kujonga ngokuzenzekelayo nayiphina imifanekiso efuna ukwenziwa ncinci kwakhona. | Details | |
|
Smush will automatically check for any images that need re-smushing. Smush uza kujonga ngokuzenzekelayo nayiphina imifanekiso efuna ukwenziwa ncinci kwakhona.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Stop current bulk smush process. | Yeka inkqubo yokwenza ncinci kwamaninzi. | Details | |
|
Stop current bulk smush process. Yeka inkqubo yokwenza ncinci kwamaninzi.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| PNG to JPEG savings | Ulondolozo lokuguqulela iiPNG kuya kwi-JPEG | Details | |
|
PNG to JPEG savings Ulondolozo lokuguqulela iiPNG kuya kwi-JPEG
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Compress images up to 2x more than regular smush with almost no visible drop in quality. %1$sEnable Super-Smush%2$s | Nciphisa imifanekiso ukuya kwi-2x ngaphezulu kunokunciphisa ngokuqhelekileyo ngokungabi nakulahleka komgangatho okubonakalayo. %sVumela i-Super-smush%s | Details | |
|
Compress images up to 2x more than regular smush with almost no visible drop in quality. %1$sEnable Super-Smush%2$s Nciphisa imifanekiso ukuya kwi-2x ngaphezulu kunokunciphisa ngokuqhelekileyo ngokungabi nakulahleka komgangatho okubonakalayo. %sVumela i-Super-smush%s
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Super-Smush Savings | Londolozo lokunciphisa okongezelelweyo | Details | |
|
Super-Smush Savings Londolozo lokunciphisa okongezelelweyo
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Total savings | Ulondolozo lu lonke | Details | |
| Images Resized | Izithombe zenziwe zincinci | Details | |
| Images smushed | Imifanekiso icinezelwe | Details | |
| Get started | Qalisa | Details | |
| Amazon S3 support is active. | Ukusebenzisana kunye ne-Amazon S3 kuya sebenza. | Details | |
|
Amazon S3 support is active. Ukusebenzisana kunye ne-Amazon S3 kuya sebenza.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Storing your image on S3 buckets using %1$sWP Offload Media%2$s? Smush can detect↵ → → → → and smush those assets for you, including when you're removing files from your host server. | Ugcina umfanekiso wakho kwiibhakethi ze-S3 usebenzisa i-%sWP Offload S3%s? U Smush ungakufumanisa kwaye inciphise ezo zixhobo, kubandakanywa xa ususa amafayile kwi-server yakho. | Details | |
|
Storing your image on S3 buckets using %1$sWP Offload Media%2$s? Smush can detect↵ → → → → and smush those assets for you, including when you're removing files from your host server. Ugcina umfanekiso wakho kwiibhakethi ze-S3 usebenzisa i-%sWP Offload S3%s? U Smush ungakufumanisa kwaye inciphise ezo zixhobo, kubandakanywa xa ususa amafayile kwi-server yakho.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 10.7%