WPMU DEV in your language
Translations
Translation of SmartCrawl: Xhosa
Prio | Original string | Translation | — |
---|---|---|---|
Your SEO title is the most important element because it is what users will see in search engine results. You'll want to make sure that you have your focus keyphrases in there, that it's a nice length, and that people will want to click on it. Best practices suggest keeping your titles between %2$d and %3$d characters including spaces, though in some cases 60 is the sweetspot. The length is important both for SEO ranking but also how your title will show up in search engines - long titles will be cut off visually and look bad. Unfortunately there isn't a rule book for SEO titles, just remember to make your title great for SEO but also (most importantly) readable and enticing for potential visitors to click on. | Isihloko sakho se-SEO yinto ebaluleke kakhulu kuba yiloo nto abasebenzisi bayakubona kwiziphumo zejinjini. Uzakufuna ukuqinisekisa ukuba unamagama angundoqo okugxininisa kuyo, ukuba ubude obuhle, kwaye abantu bafuna ukuchofoza kuyo. Izindlela eziphambili zibonisa ukugcina izihloko zakho phakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d ezinobumba kuquka iindawo, nangona kwezinye iimeko ezingama-60 yi-sweetspot. Ubude kubalulekile kokubili ukusekwa kwe-SEO kodwa kwakhona nendlela isihloko sakho esiza kuboniswa ngayo kwiinjinini zokukhangela - izihloko ezide ziya kunqunyulwa kwaye zibukeke zibi. Ngelishwa akukho ncwadi yolawulo ye-SEO izihloko, khumbula nje ukuba wenze isihloko sakho sikhulu kwi-SEO kodwa kwakhona (ngokubalulekayo) efundwayo kunye . | Details | |
Your SEO title is the most important element because it is what users will see in search engine results. You'll want to make sure that you have your focus keyphrases in there, that it's a nice length, and that people will want to click on it. Best practices suggest keeping your titles between %2$d and %3$d characters including spaces, though in some cases 60 is the sweetspot. The length is important both for SEO ranking but also how your title will show up in search engines - long titles will be cut off visually and look bad. Unfortunately there isn't a rule book for SEO titles, just remember to make your title great for SEO but also (most importantly) readable and enticing for potential visitors to click on. Isihloko sakho se-SEO yinto ebaluleke kakhulu kuba yiloo nto abasebenzisi bayakubona kwiziphumo zejinjini. Uzakufuna ukuqinisekisa ukuba unamagama angundoqo okugxininisa kuyo, ukuba ubude obuhle, kwaye abantu bafuna ukuchofoza kuyo. Izindlela eziphambili zibonisa ukugcina izihloko zakho phakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d ezinobumba kuquka iindawo, nangona kwezinye iimeko ezingama-60 yi-sweetspot. Ubude kubalulekile kokubili ukusekwa kwe-SEO kodwa kwakhona nendlela isihloko sakho esiza kuboniswa ngayo kwiinjinini zokukhangela - izihloko ezide ziya kunqunyulwa kwaye zibukeke zibi. Ngelishwa akukho ncwadi yolawulo ye-SEO izihloko, khumbula nje ukuba wenze isihloko sakho sikhulu kwi-SEO kodwa kwakhona (ngokubalulekayo) efundwayo kunye .
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
You have NOT written an SEO specific title for this article. We recommend an SEO specific title between %2$d and %3$d characters, optimized with your focus keyphrases. | AWUBHELI isihloko se-SEO salo nqaku. Sincoma isihloko se-SEO esiphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d zeenhlamvu, ezilungiselelwe ngegama lakho lokuphambili. | Details | |
You have NOT written an SEO specific title for this article. We recommend an SEO specific title between %2$d and %3$d characters, optimized with your focus keyphrases. AWUBHELI isihloko se-SEO salo nqaku. Sincoma isihloko se-SEO esiphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d zeenhlamvu, ezilungiselelwe ngegama lakho lokuphambili.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Your SEO title is %1$d characters which is less than the recommended %2$d characters. Best practice is between %2$d and %3$d characters, with 60 being the sweet spot. | Inqaku lakho le-SEO lineenhlamvu ezingama-%1$d okungaphantsi kweencomo ze-%2$d. Ukwenza kahle okuncomekayo kakhulu kuphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d kunye neenhlamvu eziyi-60 ziyancomeka. | Details | |
Your SEO title is %1$d characters which is less than the recommended %2$d characters. Best practice is between %2$d and %3$d characters, with 60 being the sweet spot. Inqaku lakho le-SEO lineenhlamvu ezingama-%1$d okungaphantsi kweencomo ze-%2$d. Ukwenza kahle okuncomekayo kakhulu kuphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d kunye neenhlamvu eziyi-60 ziyancomeka.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Your SEO title is %1$d characters which is greater than the recommended %3$d characters. Best practice is between %2$d and %3$d characters, with 60 being the sweet spot. | Isihloko sakho se-SEO sineenhlamvu eziwu %1$d anobumba obukhulu kuno %3$d enconywayo. Sincoma iinhlamve eziphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d dibini kunye ne-60 iyancomeka kakhulu. | Details | |
Your SEO title is %1$d characters which is greater than the recommended %3$d characters. Best practice is between %2$d and %3$d characters, with 60 being the sweet spot. Isihloko sakho se-SEO sineenhlamvu eziwu %1$d anobumba obukhulu kuno %3$d enconywayo. Sincoma iinhlamve eziphakathi kwe-%2$d kunye ne-%3$d dibini kunye ne-60 iyancomeka kakhulu.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
It's considered good practice to try to include your focus keyphrase(s) in the SEO title of a page because this is what people looking for the article are likely searching for. The higher chance of a keyphrase match, the greater the chance that your article will be found higher up in search results. Whilst it's recommended to try and get these words in, don't sacrifice readability and the quality of the SEO title just to rank higher - people may not want to click on it if it doesn't read well. | Kuthathwa njengento efanelekileyo ukuzama ukufaka igama lakho elingundoqo kwisihloko se-SEO sekhasi kuba oku kuyinto abantu abakhangela ikhasi lakho abayifunayo. Ithuba eliphakamileyo lokufunyanwa kwegama elingundoqo, likhulu ithuba lokuba inqaku lakho liza kufumaneka phezulu kwiziphumo zophando. Nangona kucetyiswa ukuba uzame ukufumana la magama, ungayihlawuleli ukufundwa kunye nomgangatho we-SEO isihloko ukubeka phezulu - abantu abanakufuna ukuchofoza kuyo ukuba akafundi kakuhle. | Details | |
It's considered good practice to try to include your focus keyphrase(s) in the SEO title of a page because this is what people looking for the article are likely searching for. The higher chance of a keyphrase match, the greater the chance that your article will be found higher up in search results. Whilst it's recommended to try and get these words in, don't sacrifice readability and the quality of the SEO title just to rank higher - people may not want to click on it if it doesn't read well. Kuthathwa njengento efanelekileyo ukuzama ukufaka igama lakho elingundoqo kwisihloko se-SEO sekhasi kuba oku kuyinto abantu abakhangela ikhasi lakho abayifunayo. Ithuba eliphakamileyo lokufunyanwa kwegama elingundoqo, likhulu ithuba lokuba inqaku lakho liza kufumaneka phezulu kwiziphumo zophando. Nangona kucetyiswa ukuba uzame ukufumana la magama, ungayihlawuleli ukufundwa kunye nomgangatho we-SEO isihloko ukubeka phezulu - abantu abanakufuna ukuchofoza kuyo ukuba akafundi kakuhle.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
You've got your focus keyphrase(s) in the SEO title meaning it has the best chance of matching what users are searching for first up - nice work. | Ukwazile ukufaka amagama akho angundoqo kwisihloko sakho se-SEO oku kunethuba elihle lokufanisa oko abasebenzisi beza ku khangela - umsebenzi omhle. | Details | |
You've got your focus keyphrase(s) in the SEO title meaning it has the best chance of matching what users are searching for first up - nice work. Ukwazile ukufaka amagama akho angundoqo kwisihloko sakho se-SEO oku kunethuba elihle lokufanisa oko abasebenzisi beza ku khangela - umsebenzi omhle.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
The focus keyphrase(s) for this article doesn't appear in the SEO title which means it has less of a chance of matching what your visitors will search for. | Igama eliphambili le nqaku alibonakali kwisihloko se-SEO oku kuthetha ukuba sinalo ithuba lokunciphisa mathuba okufanisa oko abakhenkethi bakho beza kukhangela. | Details | |
The focus keyphrase(s) for this article doesn't appear in the SEO title which means it has less of a chance of matching what your visitors will search for. Igama eliphambili le nqaku alibonakali kwisihloko se-SEO oku kuthetha ukuba sinalo ithuba lokunciphisa mathuba okufanisa oko abakhenkethi bakho beza kukhangela.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
We couldn't find a title to check for keyphrases | Asikwazanga ukufumana isihloko sokubana sijonge amagama angundoqo | Details | |
We couldn't find a title to check for keyphrases Asikwazanga ukufumana isihloko sokubana sijonge amagama angundoqo
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Using keyphrases in any of your subheadings (such as H2's or H3's) will help both the user and search engines quickly figure out what your article is about. It's best practice to include your focus keyphrases in at least one subheading if you can. | Ukusebenzisa amagama angundoqo kwiphina iinqununu zakho (njenge-H2 okanye i-H3's) kuya kunceda bobabini umsebenzisi kunye nee-injini zokukhangela ngokukhawuleza ukuba zifumane ukuba umxholo wakho uthetha ngantoni. Yilona ndlela ilungileyo ukubandakanya amagama akho angundoqo okungenani kwesisodwa isihlokwana uma ukwazi ukwenza. | Details | |
Using keyphrases in any of your subheadings (such as H2's or H3's) will help both the user and search engines quickly figure out what your article is about. It's best practice to include your focus keyphrases in at least one subheading if you can. Ukusebenzisa amagama angundoqo kwiphina iinqununu zakho (njenge-H2 okanye i-H3's) kuya kunceda bobabini umsebenzisi kunye nee-injini zokukhangela ngokukhawuleza ukuba zifumane ukuba umxholo wakho uthetha ngantoni. Yilona ndlela ilungileyo ukubandakanya amagama akho angundoqo okungenani kwesisodwa isihlokwana uma ukwazi ukwenza.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
The page URL you use for this post will be visible in search engine results, so it's important to also include words that the searcher is looking for (your focus keyphrases). It's debatable whether keyphrases in the slug are of any real search engine ranking benefit. One could assume that because the slug does get indexed, the algorithm may favour slugs more closely aligned with the topic being searched. | I-URL yekhasi oyisebenzisayo kule post liza kubonakala kwimiphumo ye-injini yokusesha, ngoko kubalulekile ukuquka amagama afunwa ngumseshi - amagama akho angundoqo. Kuxhatshazwa ukuba ngaba amagama angundoqo kwi-slug ayenayo nayiphi inzuzo kwiziphumo zokukhangela, umntu unokucinga ukuba ngenxa yokuba i-slug ingeniswa kwi-algorithm iyakwazi ukuthanda i-slugs ngokubanzi ngokuba zihambelana nesihloko esicatshungulwayo. | Details | |
The page URL you use for this post will be visible in search engine results, so it's important to also include words that the searcher is looking for (your focus keyphrases). It's debatable whether keyphrases in the slug are of any real search engine ranking benefit. One could assume that because the slug does get indexed, the algorithm may favour slugs more closely aligned with the topic being searched. I-URL yekhasi oyisebenzisayo kule post liza kubonakala kwimiphumo ye-injini yokusesha, ngoko kubalulekile ukuquka amagama afunwa ngumseshi - amagama akho angundoqo. Kuxhatshazwa ukuba ngaba amagama angundoqo kwi-slug ayenayo nayiphi inzuzo kwiziphumo zokukhangela, umntu unokucinga ukuba ngenxa yokuba i-slug ingeniswa kwi-algorithm iyakwazi ukuthanda i-slugs ngokubanzi ngokuba zihambelana nesihloko esicatshungulwayo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
You've got your focus keyphrases in the page slug which can help your page rank as you have a higher chance of matching search terms, and Google does index your page URL, great stuff! | Unamagama angundoqo kwi-slug sekhasi lakho oku kunokufaka isandla kwisigaba sekhasi lakho njengoko unethuba eliphezulu lokuhambelana nemigqaliselo yosesho kwaye i-Google icubungula i-slug sekhasi lakho, izinto ezinkulu! | Details | |
You've got your focus keyphrases in the page slug which can help your page rank as you have a higher chance of matching search terms, and Google does index your page URL, great stuff! Unamagama angundoqo kwi-slug sekhasi lakho oku kunokufaka isandla kwisigaba sekhasi lakho njengoko unethuba eliphezulu lokuhambelana nemigqaliselo yosesho kwaye i-Google icubungula i-slug sekhasi lakho, izinto ezinkulu!
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
You should clearly formulate what your post is about in the first paragraph. In printed texts, a writer usually starts off with some kind of teaser, but there is no time for that if you are writing for the web. You only have seconds to gain your reader’s attention. Make sure the first paragraph tells the main message of your post. That way, you make it easy for your reader to figure out what your post is about. Doing this also tells Google what your post is about. Don’t forget to put your focus keyphrase in that first paragraph! | Kufuneka ucacise ngokucacileyo ukuba i-post yakho ithini kumhlathi wokuqala. Kwiimibhalo eziprintiweyo, umbhali udla ngokuqala ngolunye uhlobo lwe-teaser, kodwa akukho xesha loku ukuba ubhala kwiwebhu. Unomzuzwana nje ukukhawulezela ingqalelo yomfundi. Qinisekisa ukuba umhlathi wokuqala uxelela umyalezo oyintloko we-post yakho. Ngale ndlela, wenza kube lula kumfundi wakho ukuba afunde ukuba i-post yakho uthetha ngantoni: utshela iGoogle ukuba i-post yakho ithetha ntoni. Ungalibali ukubeka igama lakho elingundoqo kwigama lokuqala! | Details | |
You should clearly formulate what your post is about in the first paragraph. In printed texts, a writer usually starts off with some kind of teaser, but there is no time for that if you are writing for the web. You only have seconds to gain your reader’s attention. Make sure the first paragraph tells the main message of your post. That way, you make it easy for your reader to figure out what your post is about. Doing this also tells Google what your post is about. Don’t forget to put your focus keyphrase in that first paragraph! Kufuneka ucacise ngokucacileyo ukuba i-post yakho ithini kumhlathi wokuqala. Kwiimibhalo eziprintiweyo, umbhali udla ngokuqala ngolunye uhlobo lwe-teaser, kodwa akukho xesha loku ukuba ubhala kwiwebhu. Unomzuzwana nje ukukhawulezela ingqalelo yomfundi. Qinisekisa ukuba umhlathi wokuqala uxelela umyalezo oyintloko we-post yakho. Ngale ndlela, wenza kube lula kumfundi wakho ukuba afunde ukuba i-post yakho uthetha ngantoni: utshela iGoogle ukuba i-post yakho ithetha ntoni. Ungalibali ukubeka igama lakho elingundoqo kwigama lokuqala!
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
You've included your focus keyphrases in the first paragraph of your content, which will help search engines and visitors quickly scope the topic of your article. Well done! | Ufake amagama akho angundoqo kumhlathi wokuqala womxholo wakho oya kunceda iinjini kunye neendwendwe ngokukhawuleza zifumane isihloko sesicatshulwa sakho, wenze kakuhle. | Details | |
You've included your focus keyphrases in the first paragraph of your content, which will help search engines and visitors quickly scope the topic of your article. Well done! Ufake amagama akho angundoqo kumhlathi wokuqala womxholo wakho oya kunceda iinjini kunye neendwendwe ngokukhawuleza zifumane isihloko sesicatshulwa sakho, wenze kakuhle.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
It's good practice to include your focus keyphrases in the first paragraph of your content so that search engines and visitors can quickly scope the topic of your article. | Kungumsebenzi omhle ukubeka igama lakho elingundoqo kumhlathi wokuqala womxholo wakho ukwenzela ukuba izitshixo zokukhangela kunye neendwendwe zikwazi ukukhawuleza ukuthola isihloko kwinqaku lakho. | Details | |
It's good practice to include your focus keyphrases in the first paragraph of your content so that search engines and visitors can quickly scope the topic of your article. Kungumsebenzi omhle ukubeka igama lakho elingundoqo kumhlathi wokuqala womxholo wakho ukwenzela ukuba izitshixo zokukhangela kunye neendwendwe zikwazi ukukhawuleza ukuthola isihloko kwinqaku lakho.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
It's considered good practice to try to include your focus keyphrase(s) in the SEO description of your pages, because this is what people looking for the article are likely searching for. The higher chance of a keyphrase match, the higher chance your article will be found higher up in search results. Remember this is your chance to give a potential visitor a quick peek into what's inside your article. If they like what they read they'll click on your link. | Kuthathwa njengendlela efanelekileyo yokuzama ukufaka igama lakho elingundoqo (igama) kwinkcazo ye-SEO yamakhasi akho kuba oko abantu abakhangela eli nqaku banokufuna. Ukwanda kwethuba lokufanisa igama elingundoqo, kwandisa ithuba loku fumaneka phezulu kwimiphumo yosesho. Khumbula oku ithuba lokunika isivakashi sakho ngokukhawuleza ukuba intoni na engaphakathi kwinqaku lakho - ukuba bathanda oko bakufundayo baya kucofa kwikhonkco yakho. | Details | |
It's considered good practice to try to include your focus keyphrase(s) in the SEO description of your pages, because this is what people looking for the article are likely searching for. The higher chance of a keyphrase match, the higher chance your article will be found higher up in search results. Remember this is your chance to give a potential visitor a quick peek into what's inside your article. If they like what they read they'll click on your link. Kuthathwa njengendlela efanelekileyo yokuzama ukufaka igama lakho elingundoqo (igama) kwinkcazo ye-SEO yamakhasi akho kuba oko abantu abakhangela eli nqaku banokufuna. Ukwanda kwethuba lokufanisa igama elingundoqo, kwandisa ithuba loku fumaneka phezulu kwimiphumo yosesho. Khumbula oku ithuba lokunika isivakashi sakho ngokukhawuleza ukuba intoni na engaphakathi kwinqaku lakho - ukuba bathanda oko bakufundayo baya kucofa kwikhonkco yakho.
Login to your account for contributing to translations.
|
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 20.8%