WPMU DEV in your language
Translations
Translation of Smush Pro : Xhosa
Prio | Original string | Translation | — |
---|---|---|---|
Skipped due to a timeout error. You can increase the request timeout to make sure Smush has enough time to process larger files. define('WP_SMUSH_TIMEOUT', 150); | Ku yekiwe ngenxa yephutha lokuphelelwa ixesha, Unako ukwandisa ixesha lokwenza isicelo ukuze uqiniseke ukuba ukutshaya kunesithuba esaneleyo sokwenza iifayile ezinkulu. `define('WP_SMUSH_API_TIMEOUT', 150);`. | Details | |
Skipped due to a timeout error. You can increase the request timeout to make sure Smush has enough time to process larger files. define('WP_SMUSH_TIMEOUT', 150); Ku yekiwe ngenxa yephutha lokuphelelwa ixesha, Unako ukwandisa ixesha lokwenza isicelo ukuze uqiniseke ukuba ukutshaya kunesithuba esaneleyo sokwenza iifayile ezinkulu. `define('WP_SMUSH_API_TIMEOUT', 150);`.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Note: Any PNGs with transparency will be ignored. Smush will only convert PNGs if it results in a smaller file size. The resulting file will have a new filename and extension (JPEG), and %1$sany hard-coded URLs on your site that contain the original PNG filename will need to be updated manually%2$s. | Qaphela: Nayiphi na i-PNGs enokucacileyo iya kuhoyekwa. I-Smush iyaku guqulela i-PNG kuphela xa kubangela ubungakanani befayile encinci. Ifayili ephumo iya kuba negama elitsha kunye ne-extension (JPEG), kwaye nayiphi i-URL enegama la le-PNG kunyanzilekile ukuba li hlaziywe. | Details | |
Note: Any PNGs with transparency will be ignored. Smush will only convert PNGs if it results in a smaller file size. The resulting file will have a new filename and extension (JPEG), and %1$sany hard-coded URLs on your site that contain the original PNG filename will need to be updated manually%2$s. Qaphela: Nayiphi na i-PNGs enokucacileyo iya kuhoyekwa. I-Smush iyaku guqulela i-PNG kuphela xa kubangela ubungakanani befayile encinci. Ifayili ephumo iya kuba negama elitsha kunye ne-extension (JPEG), kwaye nayiphi i-URL enegama la le-PNG kunyanzilekile ukuba li hlaziywe.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Note: This data adds to the size of the image. While this information might be↵ → → → → → important to photographers, it’s unnecessary for most users and safe to remove. | Qaphela: Le datha, ebizwa ngokuthi i-EXIF, ineza ubungakanani bomfanekiso. Nangona le ngcaciso ingaba ibalulekile kubafoto beefoto, ayinyanzelekile kubasebenzisi abaninzi kwaye kukhuselekile ukususa le datha. | Details | |
Note: This data adds to the size of the image. While this information might be↵ → → → → → important to photographers, it’s unnecessary for most users and safe to remove. Qaphela: Le datha, ebizwa ngokuthi i-EXIF, ineza ubungakanani bomfanekiso. Nangona le ngcaciso ingaba ibalulekile kubafoto beefoto, ayinyanzelekile kubasebenzisi abaninzi kwaye kukhuselekile ukususa le datha.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Images Resized | Izithombe zenziwe zincinci | Details | |
Super-Smush Savings | Londolozo lokunciphisa okongezelelweyo | Details | |
Super-Smush Savings Londolozo lokunciphisa okongezelelweyo
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Compress images up to 2x more than regular smush with almost no visible drop in quality. %1$sEnable Super-Smush%2$s | Nciphisa imifanekiso ukuya kwi-2x ngaphezulu kunokunciphisa ngokuqhelekileyo ngokungabi nakulahleka komgangatho okubonakalayo. %sVumela i-Super-smush%s | Details | |
Compress images up to 2x more than regular smush with almost no visible drop in quality. %1$sEnable Super-Smush%2$s Nciphisa imifanekiso ukuya kwi-2x ngaphezulu kunokunciphisa ngokuqhelekileyo ngokungabi nakulahleka komgangatho okubonakalayo. %sVumela i-Super-smush%s
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Get started | Qalisa | Details | |
Directory Smush Savings | Ulondolozo lokunciphisa kwe iifolda | Details | |
Directory Smush Savings Ulondolozo lokunciphisa kwe iifolda
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Storing your image on S3 buckets using %1$sWP Offload Media%2$s? Smush can detect↵ → → → → and smush those assets for you, including when you're removing files from your host server. | Ugcina umfanekiso wakho kwiibhakethi ze-S3 usebenzisa i-%sWP Offload S3%s? U Smush ungakufumanisa kwaye inciphise ezo zixhobo, kubandakanywa xa ususa amafayile kwi-server yakho. | Details | |
Storing your image on S3 buckets using %1$sWP Offload Media%2$s? Smush can detect↵ → → → → and smush those assets for you, including when you're removing files from your host server. Ugcina umfanekiso wakho kwiibhakethi ze-S3 usebenzisa i-%sWP Offload S3%s? U Smush ungakufumanisa kwaye inciphise ezo zixhobo, kubandakanywa xa ususa amafayile kwi-server yakho.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
PNG to JPEG Conversion | Ukuguqulwa kwePNG ukuya kwiJPEG | Details | |
PNG to JPEG Conversion Ukuguqulwa kwePNG ukuya kwiJPEG
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
When you compress a PNG, Smush will check if converting it to JPEG could further reduce its size. | a ucindezela ifayile ye-PNG, u-Smush uza kujonga ukuba ukuguqulela ifayile kwi-JPEG kuya kunciphisa ubungakanani bayo. | Details | |
When you compress a PNG, Smush will check if converting it to JPEG could further reduce its size. a ucindezela ifayile ye-PNG, u-Smush uza kujonga ukuba ukuguqulela ifayile kwi-JPEG kuya kunciphisa ubungakanani bayo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
When you upload images to your site, we will automatically optimize and compress them for you. | Xa ulayisha imifanekiso kwisayithi lakho, Smush izokulungisela zona ngokuzenzekelayo. | Details | |
When you upload images to your site, we will automatically optimize and compress them for you. Xa ulayisha imifanekiso kwisayithi lakho, Smush izokulungisela zona ngokuzenzekelayo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Full Size Images | Iithombe ezipheleleyo | Details | |
Currently, your largest image size is set at %1$s%2$dpx wide %3$s %4$dpx high%5$s. | Kwangoku, isithombe esikhulu kakhulu singu %s%dpx upubanzi x %dpx ubude %s. | Details | |
Currently, your largest image size is set at %1$s%2$dpx wide %3$s %4$dpx high%5$s. Kwangoku, isithombe esikhulu kakhulu singu %s%dpx upubanzi x %dpx ubude %s.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
It seems you haven’t finished setting up WP Offload Media yet. %1$sConfigure it now%2$s to enable Amazon S3 support. | Kubonakala sengathi awuqedanga ukulungiselela iWP S3 Offload kwakhona,%siLingiselele%s ngoku ukusebenzisa ukubambisana ne-Amazon S3. | Details | |
It seems you haven’t finished setting up WP Offload Media yet. %1$sConfigure it now%2$s to enable Amazon S3 support. Kubonakala sengathi awuqedanga ukulungiselela iWP S3 Offload kwakhona,%siLingiselele%s ngoku ukusebenzisa ukubambisana ne-Amazon S3.
Login to your account for contributing to translations.
|
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 10.7%