WPMU DEV in your language
Translations
Translation of Hub Reports: Xhosa
| Prio | Original string | Translation | — |
|---|---|---|---|
| We are currently backing up your site on a %s basis using Amazon's distributed S3 cloud storage, so you can be assured your data is completely safe no matter what happens. | Okwangoku senza i-backup yesayithi yakho njalo nge %s ngokusebenzsa i Amazon S3 esabalalele, ngoko unokuqinisekisa ukuba idatha yakho iphephile kungakhathaliseki ukuba kwenzekani. | Details | |
|
We are currently backing up your site on a %s basis using Amazon's distributed S3 cloud storage, so you can be assured your data is completely safe no matter what happens. Okwangoku senza i-backup yesayithi yakho njalo nge %s ngokusebenzsa i Amazon S3 esabalalele, ngoko unokuqinisekisa ukuba idatha yakho iphephile kungakhathaliseki ukuba kwenzekani.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| It's absolutely critical that your site is continually and securely backed up so should you run into any problems with your server, security or web development you have a complete and recent copy of your site ready to restore at the click of a button. | Kubaluleke kakhulu ukuba yenziwe ikopi yewebhusayithi yakho ngokusisigxina kwaye ikhuselekile ngoko ke ukuba ufanele ungene kwiingxaki kwi-server yakho, ukhuseleko okanye ukuphuhliswa kwewebhusayithi unayo ikopi epheleleyo kunye neyokugqibela yewebhusayithi yakho ekulungele ukubuyisela ngokucofa iqhosha. | Details | |
|
It's absolutely critical that your site is continually and securely backed up so should you run into any problems with your server, security or web development you have a complete and recent copy of your site ready to restore at the click of a button. Kubaluleke kakhulu ukuba yenziwe ikopi yewebhusayithi yakho ngokusisigxina kwaye ikhuselekile ngoko ke ukuba ufanele ungene kwiingxaki kwi-server yakho, ukhuseleko okanye ukuphuhliswa kwewebhusayithi unayo ikopi epheleleyo kunye neyokugqibela yewebhusayithi yakho ekulungele ukubuyisela ngokucofa iqhosha.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| We are currently backing up your site on a %s basis. You can find details on the last backup below. | Okwangoku senza ikopi yesayithi yakho nge %s. Unokufumana iinkcukacha malungana nokugcinwa kweyo kopi ngezantsi. | Details | |
|
We are currently backing up your site on a %s basis. You can find details on the last backup below. Okwangoku senza ikopi yesayithi yakho nge %s. Unokufumana iinkcukacha malungana nokugcinwa kweyo kopi ngezantsi.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Overview | Isishwankathelo | Details | |
| This graph shows your server response time over the report period. A lower response time is better. | Eli grafu ibonisa ixesha lakho lokuphendula iseva phezu kwexesha lokunika ingxelo. Ixesha lokuphendula eliphantsi lilunge. | Details | |
|
This graph shows your server response time over the report period. A lower response time is better. Eli grafu ibonisa ixesha lakho lokuphendula iseva phezu kwexesha lokunika ingxelo. Ixesha lokuphendula eliphantsi lilunge.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Your website had a %s downtime during the reporting period. | Iwebhusayithi yakho ayitholakalanga kufikela ku %s ingexesha lokunika ingxelo. | Details | |
|
Your website had a %s downtime during the reporting period. Iwebhusayithi yakho ayitholakalanga kufikela ku %s ingexesha lokunika ingxelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Your website had no downtime during the reporting period. | Iwebhusayithi yakho ibitholakala maxesha onke ngelixesha lokunika le ngxelo. | Details | |
|
Your website had no downtime during the reporting period. Iwebhusayithi yakho ibitholakala maxesha onke ngelixesha lokunika le ngxelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| This report details how accessible your website's server has been over the period including any downtime and your average server response time. | Le ngxelo ichaza ukuba kunzima kangakanani ukufinyelela kwi-seva ye webhusayithi yakho ngalelixesha lokuphuhlisa kunye ikwazise ukuthi ithatha ixesha elingakanani i-seva yakho ukuphendula. | Details | |
|
This report details how accessible your website's server has been over the period including any downtime and your average server response time. Le ngxelo ichaza ukuba kunzima kangakanani ukufinyelela kwi-seva ye webhusayithi yakho ngalelixesha lokuphuhlisa kunye ikwazise ukuthi ithatha ixesha elingakanani i-seva yakho ukuphendula.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Statistics | Izibalo | Details | |
| Status | Isimo | Details | |
| Compression Type | Uhlobo Lokunciphisa | Details | |
| Gzip is enabled for all recommended file types. | I-Gzip inikwe amandla kuzo zonke iinhlobo zefayile ezicetywayo. | Details | |
|
Gzip is enabled for all recommended file types. I-Gzip inikwe amandla kuzo zonke iinhlobo zefayile ezicetywayo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| %s file types are not being gzipped. | Iifayile zohlobo lwe-%s azinciphiswanga nge-Gzip. | Details | |
|
%s file types are not being gzipped. Iifayile zohlobo lwe-%s azinciphiswanga nge-Gzip.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| Gzip compresses your HTML, Javascript, and Style Sheets before sending them over to the browser. This significantly reduces transfer time since the files are much smaller. | I-Gzip igxininisa i-HTML, iJavascript, kunye namaSstylesheet ngaphambi kokuba athumele kwi-browser. Oku kunciphisa kakhulu ixesha lokuthumela ngokuba iifayile zincinci kakhulu. | Details | |
|
Gzip compresses your HTML, Javascript, and Style Sheets before sending them over to the browser. This significantly reduces transfer time since the files are much smaller. I-Gzip igxininisa i-HTML, iJavascript, kunye namaSstylesheet ngaphambi kokuba athumele kwi-browser. Oku kunciphisa kakhulu ixesha lokuthumela ngokuba iifayile zincinci kakhulu.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
| GZIP Compression | Ukunciphisa kwe-Gzip | Details | |
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 35%