WPMU DEV in your language
Translations
Translation of Hub Reports: Xhosa
Prio | Original string | Translation | — |
---|---|---|---|
Item | Into | Details | |
In addition to this we log all significant aspects of your sites activity so that we can examine suspicious activity, we can provide you these reports in more detail on request. | Ukongeza kule nto sibhala yonke imiba ebalulekileyo kwimisebenzi yakho yesayithi ukuze sikwazi ukuhlolisisa umsebenzi osolisayo, sinokukunika ezi ngxelo ngokubanzi xa webza isicelo. | Details | |
In addition to this we log all significant aspects of your sites activity so that we can examine suspicious activity, we can provide you these reports in more detail on request. Ukongeza kule nto sibhala yonke imiba ebalulekileyo kwimisebenzi yakho yesayithi ukuze sikwazi ukuhlolisisa umsebenzi osolisayo, sinokukunika ezi ngxelo ngokubanzi xa webza isicelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
We also check whether your site has been blocklisted at all, as this can indicate security problems. | Siphinde sihlole ukuba ingaba isayithi yakho ibhalwe phantsi kuluhlu lokukhupha, kuba oku kubonisa iingxaki zokukhusela. | Details | |
We also check whether your site has been blocklisted at all, as this can indicate security problems. Siphinde sihlole ukuba ingaba isayithi yakho ibhalwe phantsi kuluhlu lokukhupha, kuba oku kubonisa iingxaki zokukhusela.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
We are constantly monitoring your site for security improvements we can make, malicious files that might have been inserted by hacking and any other security concerns we can find. | Sisoloko sibeka esweni isayithi yakho ukuba sibone esingakwenza ukuphucula ukhuseleko, iifayile ezinobungozi ezinokuba zifakwe ngokungcungcuthekiswa kunye nayiphi na inkxalabo yokhuseleko esinokuyifumana. | Details | |
We are constantly monitoring your site for security improvements we can make, malicious files that might have been inserted by hacking and any other security concerns we can find. Sisoloko sibeka esweni isayithi yakho ukuba sibone esingakwenza ukuphucula ukhuseleko, iifayile ezinobungozi ezinokuba zifakwe ngokungcungcuthekiswa kunye nayiphi na inkxalabo yokhuseleko esinokuyifumana.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Security recommendations help secure your website from harmful bots and attackers. | Izilungiso zokhuseleko zinceda ukukhusela iwebhusayithi yakho kwi-bots kunye nabahlaseli. | Details | |
Security recommendations help secure your website from harmful bots and attackers. Izilungiso zokhuseleko zinceda ukukhusela iwebhusayithi yakho kwi-bots kunye nabahlaseli.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
There have been no lockouts in the last reporting period. | Akuzange kubekho abakhutshwayo kwixesha lokugqibela lokubika | Details | |
There have been no lockouts in the last reporting period. Akuzange kubekho abakhutshwayo kwixesha lokugqibela lokubika
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
There have been %d lockouts in the last reporting period. | Kubekho %d abakhutshwayo kwixesha lokugqibela lokunika ingxelo. | Details | |
There have been %d lockouts in the last reporting period. Kubekho %d abakhutshwayo kwixesha lokugqibela lokunika ingxelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
We are automatically protecting your login area and files from hackers and bots. | Sizikhusela ngokuzenzekelayo indawo yakho yokungena ngemvume kunye neefayile ezivela kubahlaseli kunye ne-bots. | Details | |
We are automatically protecting your login area and files from hackers and bots. Sizikhusela ngokuzenzekelayo indawo yakho yokungena ngemvume kunye neefayile ezivela kubahlaseli kunye ne-bots.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Blocklist Monitor | Ukujonga uhla lokukhupha | Details | |
Your code is clean, the skies are clear. | Ikhowudi yakho ihlambulukile, isibhakabhaka sicacile. | Details | |
Your code is clean, the skies are clear. Ikhowudi yakho ihlambulukile, isibhakabhaka sicacile.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Your website has %d scanning issues that need attention. | Iwebhusayithi yakho ine-%d iingxaki zokukhangela ezifuna ingqalelo. | Details | |
Your website has %d scanning issues that need attention. Iwebhusayithi yakho ine-%d iingxaki zokukhangela ezifuna ingqalelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
We run regular code checks to look for vulnerable, harmful, and malicious code across your entire website. | Siya kuhlola iikhowudi rhoqo rhoqo ukuba sikhangele ikhowudi engakhuselekileyo, eyingozi kunye nenobungozi kwiwebhusayithi yakho yonke. | Details | |
We run regular code checks to look for vulnerable, harmful, and malicious code across your entire website. Siya kuhlola iikhowudi rhoqo rhoqo ukuba sikhangele ikhowudi engakhuselekileyo, eyingozi kunye nenobungozi kwiwebhusayithi yakho yonke.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
These are the updates that have been performed in the last reporting period. | Le yimihla yokuphucula eyenziweyo kwithuba lokugqibela lokunika ingxelo. | Details | |
These are the updates that have been performed in the last reporting period. Le yimihla yokuphucula eyenziweyo kwithuba lokugqibela lokunika ingxelo.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
All plugins and themes are up to date | Zonk ii-plugini nee-themes zisemvelisweni entsha | Details | |
All plugins and themes are up to date Zonk ii-plugini nee-themes zisemvelisweni entsha
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Plugins & Themes | ii-Plugin kunye nee-Themes | Details | |
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 35%