WPMU DEV in your language
Translations
Translation of SmartCrawl: Xhosa
Prio | Original string | Translation | — |
---|---|---|---|
The best practice minimum content length for the web is %1$d words so we recommend you aim for at least this amount - the more the merrier. | Umgangatho osisiseko owona mncinane wokuqukethwe komxholo wewebhu ngowama-%1$d amagama ngoko sincoma ukuba ujolise ubuncinane beli nani - ukuninzi kuyancomeka. | Details | |
The best practice minimum content length for the web is %1$d words so we recommend you aim for at least this amount - the more the merrier. Umgangatho osisiseko owona mncinane wokuqukethwe komxholo wewebhu ngowama-%1$d amagama ngoko sincoma ukuba ujolise ubuncinane beli nani - ukuninzi kuyancomeka.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Your content is longer than the recommend minimum of %d words, excellent! | Umxholo wakho ude kunokuba kunconywe ubuncinci obungango %1$d, kuhle kakhulu! | Details | |
Your content is longer than the recommend minimum of %d words, excellent! Umxholo wakho ude kunokuba kunconywe ubuncinci obungango %1$d, kuhle kakhulu!
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Unless your website is a photography blog it's generally a good idea to include content for your visitors to read, and also for Google to index. Something, anything, is better than nothing. | Ngaphandle kokuba iwebhusayithi yakho ibhulogi yezithombe ngokuqhelekileyo yinto efanelekileyo yokufaka umxholo weendwendwe ozifundayo, kunye ne-Google ukunceda ngokubonisa. Into, nantoni na, ingcono kunanto. | Details | |
Unless your website is a photography blog it's generally a good idea to include content for your visitors to read, and also for Google to index. Something, anything, is better than nothing. Ngaphandle kokuba iwebhusayithi yakho ibhulogi yezithombe ngokuqhelekileyo yinto efanelekileyo yokufaka umxholo weendwendwe ozifundayo, kunye ne-Google ukunceda ngokubonisa. Into, nantoni na, ingcono kunanto.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Disabled | Ayivunyelwe | Details | |
Configure %1$s%3$s%2$s to automatically link certain key words to a page on your blog or even a whole new site all together. | Cwangcisa i-SmartCrawl ukuba idibanise ngokuzenzekelayo amagama athile abalulekileyo kwikhasi kwiblogi yakho okanye iwebhusayith entsha. | Details | |
Configure %1$s%3$s%2$s to automatically link certain key words to a page on your blog or even a whole new site all together. Cwangcisa i-SmartCrawl ukuba idibanise ngokuzenzekelayo amagama athile abalulekileyo kwikhasi kwiblogi yakho okanye iwebhusayith entsha.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Add meta data to your pages to make them look great when shared on X. | Yongeza iimeta-datha kumaphepha akho ukuze ubonakale ka kuhle xa wabelana nge-Twitter. | Details | |
Add meta data to your pages to make them look great when shared on X. Yongeza iimeta-datha kumaphepha akho ukuze ubonakale ka kuhle xa wabelana nge-Twitter.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Let search engines know whether you’re an organization or a person, then add all your social profiles so search engines know which social profiles to attribute your web content to. | Vumela iinjini zophando zikwazi ukuba ungumbutho okanye umntu, wongeza zonke iiprofayili zakho zezonxibelelwano ukwenzela ukuba uphando lweenjini lukwazi ukuba yeyiphi iiprofayili zentlalo ukubonisa umxholo wakho wewebhu. | Details | |
Let search engines know whether you’re an organization or a person, then add all your social profiles so search engines know which social profiles to attribute your web content to. Vumela iinjini zophando zikwazi ukuba ungumbutho okanye umntu, wongeza zonke iiprofayili zakho zezonxibelelwano ukwenzela ukuba uphando lweenjini lukwazi ukuba yeyiphi iiprofayili zentlalo ukubonisa umxholo wakho wewebhu.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
A preview of how your Homepage will appear as a X Card. | Umboniso wokujonga indlela ikhasi lakho laseKhaya liza kubonakala ngayo njenge-Twitter Card. | Details | |
A preview of how your Homepage will appear as a X Card. Umboniso wokujonga indlela ikhasi lakho laseKhaya liza kubonakala ngayo njenge-Twitter Card.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
To remove verification simply remove this meta tag. | Ukususa ukuqinisekiswa susa nje le meta tag. | Details | |
To remove verification simply remove this meta tag. Ukususa ukuqinisekiswa susa nje le meta tag.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
3. Copy the meta tag | 3. Kopisha i-meta tag | Details | |
2. Scroll to the Website field, add your website and click Confirm website. | 2. Pheqa kwindawo yewebhusayithi, yongeza iwebhusayithi yakho kwaye nqakraza Qinisekisa iwebhusayithi. | Details | |
2. Scroll to the Website field, add your website and click Confirm website. 2. Pheqa kwindawo yewebhusayithi, yongeza iwebhusayithi yakho kwaye nqakraza Qinisekisa iwebhusayithi.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
1. Go to your Account Settings area. | 1. Yiya kwindawo yezicwangciso zeAkhawunti yakho. | Details | |
1. Go to your Account Settings area. 1. Yiya kwindawo yezicwangciso zeAkhawunti yakho.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Instructions: | Imiyalo: | Details | |
Enter your Pinterest meta tag here | Faka imeta ye-Pinterest apha | Details | |
Enter your Pinterest meta tag here Faka imeta ye-Pinterest apha
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
This setting will add the meta tag to verify your website with Pinterest. | Esi silungiselelo siza kufaka i-meta tag ukuqinisekisa ubungqina bewebhusayithi yakho kwiPinterest. | Details | |
This setting will add the meta tag to verify your website with Pinterest. Esi silungiselelo siza kufaka i-meta tag ukuqinisekisa ubungqina bewebhusayithi yakho kwiPinterest.
Login to your account for contributing to translations.
|
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 20.8%