WPMU DEV in your language
Translations
Translation of SmartCrawl: Xhosa
Prio | Original string | Translation | — |
---|---|---|---|
Enforce meta tag character limits | Nyanzelisa umgca wobuninzi beenhlamvu zeempawu ze-meta | Details | |
Enforce meta tag character limits Nyanzelisa umgca wobuninzi beenhlamvu zeempawu ze-meta
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
WordPress automatically generates a canonical tag for your website, but in many cases this isn’t needed so you can turn it off to avoid any potential SEO ‘duplicate content’ backlash from search engines. | I-WordPress ivelise ngokuzenzekelayo uphawu lwe-Canonical kwi webhusayithi yakho, kodwa kwiimeko ezininzi oku akudingeki ngoko unako ukuyivala ukuze ugweme naziphi na iingxaki ze-SEO 'zokuphindaphinda umxholo' kwiinjine zokukhangela. | Details | |
WordPress automatically generates a canonical tag for your website, but in many cases this isn’t needed so you can turn it off to avoid any potential SEO ‘duplicate content’ backlash from search engines. I-WordPress ivelise ngokuzenzekelayo uphawu lwe-Canonical kwi webhusayithi yakho, kodwa kwiimeko ezininzi oku akudingeki ngoko unako ukuyivala ukuze ugweme naziphi na iingxaki ze-SEO 'zokuphindaphinda umxholo' kwiinjine zokukhangela.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
It can be considered a security risk to have your WordPress version visible to the public, so we recommend you hide it. | Ingathathwa njengengozi yokuphepha ukuba unguqulelo ye-WordPress yakho ibonakale ebantwini, ngoko sincoma ukuba uyifihle. | Details | |
It can be considered a security risk to have your WordPress version visible to the public, so we recommend you hide it. Ingathathwa njengengozi yokuphepha ukuba unguqulelo ye-WordPress yakho ibonakale ebantwini, ngoko sincoma ukuba uyifihle.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Hide generator meta tag | Fihla uphawu lwe-meta lomteli | Details | |
Hide generator meta tag Fihla uphawu lwe-meta lomteli
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Choose what %1$s%3$s%2$s modules you want available to use. | Khetha ukuba zeziphi iimodyuli ze-SmartCrawl ofuna ukuzisebenzisa. | Details | |
Choose what %1$s%3$s%2$s modules you want available to use. Khetha ukuba zeziphi iimodyuli ze-SmartCrawl ofuna ukuzisebenzisa.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Meta Tags | Ii-mpawu zeMeta | Details | |
Admin Bar | I-bha yoLawulo | Details | |
Choose the modules you would like to activate. | Khetha iimodyuli ungathanda ukuzenza zisebenze. | Details | |
Choose the modules you would like to activate. Khetha iimodyuli ungathanda ukuzenza zisebenze.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Plugin Modules | Iimodyuli zePlagin | Details | |
Paste your meta tag here | Namathisela i-meta tag yakho apha | Details | |
Paste your meta tag here Namathisela i-meta tag yakho apha
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Ignore All | Yeka Konke | Details | |
Customize your BuddyPress profile title, description and meta options. | Yenza ngokwezifiso isihloko sakho seprofayile yeBuddyPress, inkcazo kunye nokhetho lweemeta. | Details | |
Customize your BuddyPress profile title, description and meta options. Yenza ngokwezifiso isihloko sakho seprofayile yeBuddyPress, inkcazo kunye nokhetho lweemeta.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Customize your BuddyPress group title, description and meta options. | Yenza ngokwezifiso isihloko sakho seprofayile yeBuddyPress, inkcazo kunye nokhetho lweemeta. | Details | |
Customize your BuddyPress group title, description and meta options. Yenza ngokwezifiso isihloko sakho seprofayile yeBuddyPress, inkcazo kunye nokhetho lweemeta.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Customize your 404 page title, description and meta options. | Yenza ngokwezifiso isihloko sakho sekhasi le-404, inkcazo kunye nemeta. | Details | |
Customize your 404 page title, description and meta options. Yenza ngokwezifiso isihloko sakho sekhasi le-404, inkcazo kunye nemeta.
Login to your account for contributing to translations.
|
|||
Customize your search page title, description and meta options. | Yenza ngokwezifiso isihloko sakho sekhasi lokukhangela, inkcazo kunye nemeta. | Details | |
Customize your search page title, description and meta options. Yenza ngokwezifiso isihloko sakho sekhasi lokukhangela, inkcazo kunye nemeta.
Login to your account for contributing to translations.
|
Export as •
Translators
- Lindeni Mahlalela: 20.8%